- Njengazo zonke iintlobo zomkhuhlane, akukho nyango lukhethekileyo lwe- COVID-19
- Nika i-paracetamol yomkhuhlane okanye ukuqaqamba.
- Umntwana wakho kunye nabanye abasekhayeni lakho mabahlale ekhaya bezikhethelebucala uuntsuku ezili- 14.
- Kuninzi lwabantwana, uvavanyo lwe- COVID-19 luza kwenziwa kuphela ukuba balele esibhedlele.
- Ukulala uphumle kunye nokutya okuya egazini kunganceda.
Ukuba unexhala ngomntwana wakho, (unzinyelwe kukuphefumla, ulityokololo yaye utyhafile):
- Ukuba ucinga ukuba yimeko engxamisekileyo, biza i-ambulensi;
- Okanye, biza ugqirha wakho oqhele ukumsebenzisa okanye ikliniki oqhele ukuya kuyo ngengcebiso.