Categories
PIP isiXhosa

How does COVID-19 affect babies and children: Igalelo le- COVID-19 eZintsaneni kwanaseBantwaneni

Ingaba i-covid-19 iyazichaphazela iintsana kunabantu abadala?  

  • Iimpawu ze-COVID-19 ziyafana ebantwaneni kunabantu abadala?
  • Iimpawu ezifana nengqele kunye nomkhuhlane: umntwana anganawo umkhuhlane, imifinya emanzi kunye nokukhohlela. Ngamanye amaxesha bayagabha futhi babenotyatyazo.