Categories
Physical Health isiXhosa

Should Children Wear Face Masks: Abantwana abanxibe izifonyo

Inkqubo yeMibuzo neeMpendulo: Ngaba abantwana bafanele banxibe izifonyo zasebusweni?

Abantwana abangaphezu kweminyaka emibini kufuneka banxibe isifonyo sasebusweni xa bengaphandle ekhaya kodwa kufuneka kwakhona bagcine umgama weemitha ezimbini kude nabanye abantu. Oko kumalunga nobude bebhedi.  

Kodwa, umntwana makanganxibi sifonyo ukuba

  • Akakwazi kuphefumla kakuhle ngesifonyo
  • Simenza asifonyoze yaye aphathe ubuso mpela
  • Akakwazi kususa sifonyo ngokwakhe kuba enokhubazeko
  • Ungaphantsi kweminyaka emibini