Categories
PIP isiXhosa

What can I do if my child does not like to wear a mask: Ndingenza ntoni ukuba umntwana wam akathandi kunxiba isifonyo?

Ukuba abantwana bakho bayoyika okanye abaziva kakuhle ngokunxiba isifonyo ebusweni

  • Baqhelise ukunxiba nokucoca  isifonyo ekhaya
  • Fundela abantwana bakho iincwadi okanye ubabalisele amabali abaqinisekisa ngokunxiba isifonyo
  • Hombisa izifonyo ukuze zifanele lowo mntu okanye zonwabise  
  • Bayeke benze isifonyo ngento yokudlala abayithandayo
  • Khumbula abantwana abangaphantsi kweminyaka emibini abenziwa ukuba banxibe isifonyo