: Umntwana wakho angana une- COVID-19 ukuba unezi mpawuhave: uyakhohlela, unomqala obuhlungu, uphelelwa ngumoya, akakwazi kunukisa nokuva incasa yento, abe enomkhuhlane okanye engenawo, abenezihlunu eziqaqambayo kunye notyatyazo. Umntwana kwakhona angaba unosuleleko lwe-COVID-19 abe ephilile engenazo naziphi iimpawu.
Categories