Categories
PIP isiXhosa

What if my child is in contact with someone with COVID-19: Yintoni endingayenza ukuba umntwana wam udibene nomntu one- COVID-19?

Kuxhomekeka ukuba  babe “kufutshane kakhulu” okanye hayi, “Ukuba kufutshane kakhulu” ngumntu obengaphantsi kwemitha kufutshane nomntwna wakho ixesha elingaphezu kwemizuzu eli-15 yaye  ukuba mhlawumbi omnye wabo okanye bobabini bebenganxibanga sifonyo.

  • Ukudibana nomnye ekhaya:  kuya kuba kukudibana yayeumntwana wakho kufuneka ahlale ekhaya iintsuku ezili 14, nokuba baphilile yaye ababonakalisi naziphi na iimpawu ze-COVID-19.
  • Ukudibana ekhaya:  Ukuba umntu (utitshala okanye omnye umfundi) ngumntu okufutshanwe, umnntwana wakho makahlale ekhaya naye iintsuku ezili 14.
  • Ukuba akadibananga naye, akukho mfuneko yokuhlala ekhaya.