Categories
Physical Health isiXhosa

Ingaba abantwana abane-COVID-19 bangayisasaza intsholongwane kwabanye abantu?

Can children with COVID-19 spread the virus to other people?

Ewe. Abantwana bangabonakala bephilile okanye babe ne-COVID-19 engathangani kodwa beyisasaza intsholongwane ukuya kwabanye abantu. Ngoko ke, abantwana kufuneka bohlukaniswe ebantwini abadala abanokugula okufana ne-asthma, i-TB [isifo sephepha] nezinye iingxaki zempilo ezimbi. Kwakhona, abantwana kufuneka bagcinwe kude nabantu abadala abangaphezu kweminyaka engama 60 ubudala kangangoko kuba abantu abadala abane-COVID-19 bangaya begula kakhulu kunabantu abancinane.