What should I do if I don’t feel well in pregnancy?
Ukuba uneempawu ze-COVID-19 kunye/okanye iimpawu zokumitha ezikuxhalabisayo ezifana nokopha, ukushukuma kanciane kosana, ukuqabhuka kwamanzi, yiya kwiziko lakho lezempilo. Ukukhohlela makungakunqandi ekubeni ufumane inkathalo efanelekileyo yakho nosana lwakho. Qiniseka ukuba uqala ngokuxelela igosa lezempilo ngeempawu ze-COVID-19 zakho okanye ezinye iimpawu ngokukhawuleza wakuba ufike ekliniki. s soon as you arrive at the clinic.