May I still go to the clinic for my family planning during the time of COVID-19 and during lockdown?
Ewe. Usengakwazi ukufumana iinkqubo zokuhlela usapho kwikliniki ekufutshane kodwa zama ukufumana ukuba kukho utshintsho kwezi nkonzo. Qiniseka ngokuqhubeka nokucwangcisa usapho lwakho ngeli xesha ukuze unqande ukukhulelwa okungeyomfuneko. Khumbula ukuba idyasi yootata ikunika ukhuseleko ekumitheni, isandlulela sikagawulayo [HIV] kunye nezinye izifo ezisulela ngesondo. Ukuba ulungiselela ukukhulelwa kungcono ukuba ulinde kugqithe ingxaki ye-COVID-19.