I am pregnant and use public transport to get to the clinic. Should I still go to the clinic? Ukuba unakho, hamba ngeenyawo ukuya ekliniki ukunqanda ukuba kufutshane nabanye bantu. Ukuba ufuna ukukhwela iteksi zama ukuhlala kubekho isithuba phakathi kwakho nabanye abantu. Kufuneka uthathe ezi zilumkiso zifanayo ukunqanda usuleleko lwe-COVID-19 njengabanye abantu. Ungazikhusela ngokuthi: Nxiba […]
Physical Health isiXhosa
May I still go to the clinic for my family planning during the time of COVID-19 and during lockdown? Ewe. Usengakwazi ukufumana iinkqubo zokuhlela usapho kwikliniki ekufutshane kodwa zama ukufumana ukuba kukho utshintsho kwezi nkonzo. Qiniseka ngokuqhubeka nokucwangcisa usapho lwakho ngeli xesha ukuze unqande ukukhulelwa okungeyomfuneko. Khumbula ukuba idyasi yootata ikunika ukhuseleko ekumitheni, isandlulela sikagawulayo […]
How can I protect my baby from COVID-19 when I live with an extended family and some work out of the house? Ukuba uphila nosapho olubanzi, kufuneka uthathe ezi zilumkiso ukunqanda usulelo lwe-COVID-19 njengabanye abantu. Wena nomntwana wakho ninganceda ukuzikhusela ngokuthi: Hlamba izandla ngesepha kangangoko unakho imizuzwana angama 20 (okanye usebenzise isicoci esibulalaiintsholongwane esinotywala) Zinqande […]
Can children with COVID-19 spread the virus to other people? Ewe. Abantwana bangabonakala bephilile okanye babe ne-COVID-19 engathangani kodwa beyisasaza intsholongwane ukuya kwabanye abantu. Ngoko ke, abantwana kufuneka bohlukaniswe ebantwini abadala abanokugula okufana ne-asthma, i-TB [isifo sephepha] nezinye iingxaki zempilo ezimbi. Kwakhona, abantwana kufuneka bagcinwe kude nabantu abadala abangaphezu kweminyaka engama 60 ubudala kangangoko kuba […]
My child has flu symptoms which started yesterday. What should I do? Abantwana bathanda ukuba nohlobo oluphakathi lokugula lwe-COVID-19 ukuba bafumana usuleleko kodwa bangayisasaza lula kwabanye. Nanjengoko sisiya kwixesha apho kubakho imikhuhlane, abantwana bangathatha iintsholongwane ezizezinye kuneCorona ngeli xesha. Iimpawu ezenziwa zezi ntsholongwane zingafana ne-COVID-19. Kufuneka uthathe amanyathelo kwantlandlolo ukunqanda i-COVID-19: Hlamba izandla kangangoko unakho […]
How can I protect my children if I am going out to work? Ukuba usebenzela ngaphandle ekhaya, zama ukukhusela abantwana bakho kunye namalungu osapho lwakho kwi-COViD-19. Lala ekhaya kangangoko unakho Emsebenzini Nxiba isingxobo sokogquma umlomo neempumlo esicocekileyo Zama ukumela kude ngaphezu kweemitha ezi 2 kwabanye. Musa ukwanga okanye uncamise NABANI na Zinqande ukuziphatha ubuso Ungazidibanisi […]
How can I protect my newborn baby from COVID-19? Ncancisa: ngokuthi uhlambe izandla kakuhle kuqala. Ukuba une-COVID-19, ncancisa ufake ilaphu elogquma umlomo neempumlo. Bamba usana lwakho olugqiba kuzalwa inyama enyameni esifubeni sakho (kodwa gcina lushushu). Wonke umntu endlwini makahlambe izandla rhoqo ngesepha imizuzwana engama 20 (okanye isicoci esibulala iintsholongwane sezandla). Khetha abantu ababini okanye abathathu […]
Can I breastfeed if I have, or may have COVID-19? Ukuncancisa kukhuthazwa kubo bonke oomama, kuquka oomama abanayo, nekungenzeka ukuba bane- COVID-19. Ukuza kuthi ga ngoku, intsholongwane ye- COVID-19 ayikafunyanwa elubisini. Hlamba izandla rhoqo ngesepha imizuzwana engama- 20 ngaphambili nasemva kokuncancisa. Qiniseka ukuba ulandela indlela ecocekileyo yokuphefumla: khohlela okanye uthimle kwingqiniba egobileyo uvale umlomo kunye […]
What it normal during pregnancy – and when should I to go to the clinic? Kufuneka uye ekliniki: Ukuze ufumane utyelelo lwakho oluhleliweyo lokukhulelwa. Ngaphakathi kotyelelo notyelelo oluhleliwe, ukuba unonkonkonko, umkhuhlane okwiqondo eliphezulu, intloko ebuhlungu okanye iingxaki zokuphefumla. Kuza kufuneka uvavanyelwe i- COVID-19 Ngokukhawuleza, ukuba ucinga ukuba unengxaki yokukhulelwa efana nokopha, intloko ebuhlungu, iintlungu zesisu […]
What happens when I go into labour? Ooomama abangathi kanti bane-COVID-19 okanye banayo, bangabeleka ngesiqhelo yaye akukho mfuneko yohlobo oluthile lokubeleka ezifana notyando [caesarean section]. Inkathalo yesikhumba esikhumbeni kunye nokuncancisa kufuneka iqale xa kubelekwa. Bonke oomama abafika kwiziko loubeleka baza kuhlolelwa iimpawu ze-COVID-19. Ukuba ingaba kuthe kanti unayo okanye unayo nyani i-COVID-19, uza kujongwa endaweni […]