The content on this page has been written with mothers and pregnant women in mind and fact checked for accuracy using resources from the South African National Department of Health. Find information on the COVID-19’s implications for your and children’s physical health during pregnancy, breastfeeding and early childhood. Click on the individual question you would like to find an answer to.
- Ndikhulelwe yaye ndisebenzisa izithuthi zikawonkewonke ukuya ekliniki. Ingaba ndingaqhubeka ndisiya ekliniki?
- Ndingaya ekliniki ukuya kucwangcisa ngexesha le-COVID-19 nangexesha lokuma ngxishi kweenkqubo?
- Ndingalukhusela njani usana lwam kwi-COVID-19 xa ndiphila nosapho ulubanzi yaye abanye besebenza ngaphandle endlwini?
- Ingaba abantwana abane-COVID-19 bangayisasaza intsholongwane kwabanye abantu?
- Umntwana wam uneempawu zomkhuhlane eziqale izolo. Ndenzeni?
- Ndibakhusela njani abantwana bam xa ndiphuma ndisiya emsebenzini?
- Ndingalukhusela njani usana lwam olugqiba kuzalwa kwi COVID-19?
- Ndingancancisa xa ndinayo okanye ukuba ndinganayo i-COVID-19?
- Yintoni eqhelekileyo xa ukhulelwe– yaye kufuneka ndiye nini ekliniki?
- Kwenzekani xa ndiza kubeleka?
- Kufuneka ndenzeni ukuba andiziva kakuhle lo gama ndikhulelwe?
- Ingaba ndiza kunyangwa njani ukuba ndiguliswa yi-COVID-19?
- Kufuneka ndenze ntoni ukuba ndineempawu ze-COVID-19?
- Ingaba ndingaqhubeka ukuya ekliniki ngexesha ndikhulelwe?
- Ingaba oomama abakhulelweyo basemngciphekweni ophezulu we-COVID-19?
- Ingaba intsholongwane i-COVID-19 iyakuchaphazela ukukhulelwa kwam?
- Yintoni eyahlukileyo koomama abakhulelweyo nabagqiba kubeleka ngexesha lentsholongwane i-COVID-19?
- Should Children Wear Face Masks: Abantwana abanxibe izifonyo
- What to do if your child/ren have been in contact with a COVID-positive person: Abantwana abadibene nomntu one- COVID-19